Sponsored Links
Want to see your ad here? Read about Sponsored Links.

Inkcazo-Jikelele Ngeemfanelo Zoluntu
Universal Declaration of Human Rights

Inqaku le-18 Article 18
Wonke umntu unelungelo leengcinga ezikhululekileyo isazela nokholo, eli lungelo liquka inkululeko yokutshintsha ukholo lwakho okanye ukukholwa nenkululeko yoko unokukwenza wedwa okanye nobudlelwane nabanye nokuba kusesidlangalaleni okanye emfihlakalweni, ukucacisa inkolo yakho okanye ukukholelwa kwimfundiso, ukwenza unqulo nokugcina izithethe. Everyone has the right to freedom of thought, conscience and religion; this right includes freedom to change his religion or belief, and freedom, either alone or in community with others and in public or private, to manifest his religion or belief in teaching, practice, worship and observance.
Inqaku le-19 Article 19
Wonke umntu unelungelo lokucinga nokuthetha ngokukhululekileyo, eli lungelo liquka inkululeko yokuveza uluvo lwakhe ngaphandle kokuphazamiseka nokuzama ufumana ukuze udlulise ulwazi neengcinga nangaziphi na iintlobo zosasazo nokuba kukweyiphi na imida. Everyone has the right to freedom of opinion and expression; this right includes freedom to hold opinions without interference and to seek, receive and impart information and ideas through any media and regardless of frontiers.
Inqaku la-20 Article 20
  1. Wonke umntu unelungelo lenkululeko yeendibano zoxolo kunye neentlanganiso zoxolo.
  2. Akukho namnye oya kunyanzeliswa ukuba abe lilungu lentlangano.
  1. Everyone has the right to freedom of peaceful assembly and association.
  2. No one may be compelled to belong to an association.
Preamble (1) (2) Articles 1-3 4-8 9-11 12-14 15-17 18-20 21-22 23-24 25-26 27-28 29-30
Home Instructions Articles Izaci About Us Thank You Forum
Contact Us Sitemap Phrases RSS Feeds Sponsors Resources Admin