Sponsored Links
Want to see your ad here? Read about Sponsored Links.

Inkcazo-Jikelele Ngeemfanelo Zoluntu
Universal Declaration of Human Rights

Inqaku la-27 Article 27
  1. Wonke umntu unelungelo lokuthabatha inxaxheba ngokukhululekileyo kwinkqubela yelizwe lakhe, onwabele inkcubeko kunye nesabelo senkqubela phambili yenzululwazi kunye noncedo lwezo zinto.
  2. Wonke umntu unelungelo lokhuseleko, lwempatho kunye nezo zinto athi azithande ezithi zibe ziziphumo zezayo nayiphina inkqubela, ubuchule bokufunda nokubhala okanye ubugcisa bemveliso yombhali.
  1. Everyone has the right freely to participate in the cultural life of the community, to enjoy the arts and to share in scientific advancement and its benefits.
  2. Everyone has the right to the protection of the moral and material interests resulting from any scientific, literary or artistic production of which he is the author.
Inqaku la-28 Article 28
Wonke umntu unelungelo lentlalo yoluntu kunye neyezizwe-jikelele apho amalungelo nenkuleleko alenkcazo-jikelele athi amkeleke khona. Everyone is entitled to a social and international order in which the rights and freedoms set forth in this Declaration can be fully realized.
Preamble (1) (2) Articles 1-3 4-8 9-11 12-14 15-17 18-20 21-22 23-24 25-26 27-28 29-30
Home Instructions Articles Izaci About Us Thank You Forum
Contact Us Sitemap Phrases RSS Feeds Sponsors Resources Admin